Текст песни
Amagama owathetha kum
Ayophelel’ emoyeni
Ayophelel’ emoyeni
Kwane ngcinga onazo ngam
Ziyophelel’ emoyeni
Ziphelel’ emoyeni
Ndinje mna ndohlala ndinje mna
Ndim lona ndim lona
Ndinje mna ndohlala ndinje mna
Ndim lona ndim lona
Ezi inwele zezam
Eli bala lelam
Ngoba ezi inwele zezam
Eli bala lelam
Ngoba ndinje mna ndohlala ndinje mna
Ndim lona ndim lona
Ndinje mna ndohlala ndinje mna
Ndim lona ndim lona